Intliziyo yokuhlupha (isiXhosa)

9 10 2008

Intliziyo yokuhlupha

ibhalwe Antonio Angelucci

Ndifumane indaba zokuba abahlali baseSymphony Way bazakususwa kwiindawo abahlala kuzo.

Emva kokuba bekhutshiwe ngoFebruary yiProvince yabeziindlu kufutshane apho, uMasipala wase Kapa kwakhona ufuna ukuba aphinde akhuphe kwa-ezifamily okwesibini kwiindawo zabo zokuhlala kungekudala wonke umntu uzobanolwazi xa kufuneka bephinde bakhutshwa.

Xa ndicinga ngalento, ingqondo yam ibuyela kusuku lwam lokuqala ndinentlanganiso nabahlali baseDelft. Isimo sezulu sasingasihlanga kunetha ngobobusuku. Kodwa abahlali baphuma ngobuninzi besebenzisana nabahlali baseJoe Slovo.

Kwahlanganiswa amahlahla avala indlela, ngo7pm kunetha njalo abahlali babasa umlilo kuvalwe iindlela. Kwahlalwa ubusuku obo bonke emililweni kwada kwasa.

Ndicinga ngezontlantsi emehlweni abobantu bame emlilweni. Nxa ndicinga lonto ndiyathemba omnye waba phezulu uzokugqiba ngekamva labahlali baseSymphony Way, ndiyacinga ingumnqweno ukuba lomlilo ukhusela kwaye usugcine sufudumele, kwaye wenze inguqu kubomi kubahlali balapha.

Kwaye ndithemba intlantsi yomlilo ibisikhusele asokuze icinywe zezimvula zunkulu zobubusuka…


Actions

Information

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Connecting to %s




Follow

Get every new post delivered to your Inbox.

Join 607 other followers